Iindumiso 78:28-30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

28. Yawa phakathi kweminquba yabo,Ngeenxa zonke emakhayeni abo.

29. Badla, bahlutha kakhulu,Wabazisela ke inkanuko yabo.

30. Bengekashenxi enkanukweni yabo,Kusekho ukudla kwabo emlonyeni wabo:

Iindumiso 78