Iindumiso 78:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Weva ke uThixo, waphuphuma umsindo wakhe,Watsha umlilo kwaYakobi,Kwenyuka kwaya umsindo kwaSirayeli;

Iindumiso 78

Iindumiso 78:11-27