Iindumiso 76:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Waziwa kwaYuda uThixo,Likhulu kwaSirayeli igama lakhe.

2. Umnquba wakhe waba seSalem,Nekhaya lakhe eZiyon.

Iindumiso 76