Malibe ngunaphakade igama lakhe;Malivelise amagatya igama lakhe phambi kwelanga,Bazisikelele ngaye;Mazithi zonke iintlanga Ășngonoyolo.