Iindumiso 72:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Thixo, mnike ukumkani imigwebo yakho,Mnike unyana wokumkani ubulungisa bakho.

2. Makagwebe ebantwini bakho ngobulungisa,Nakwabaziintsizana zakho ngokwesiko.

3. Iintaba mazibathwalele uxolo abantu,Kwaneenduli zibathwalele ebulungiseni.

Iindumiso 72