Iindumiso 71:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yiba liliwa elilikhaya kum, ndize kulo ngamaxesha onke.Uwisé umthetho wokuba ndisindiswe,Ngokuba ingxondorha yam nemboniselo yam nguwe.

Iindumiso 71

Iindumiso 71:1-9