Umlomo wam uya kubalisa ngemisebenzi yobulungisa bakho,Neyosindiso lwakho imini yonke, ngokuba ndingàwazi amanani ayo.