Iindumiso 70:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke mna ndilusizana, ndilihlwempu;Thixo, khawuleza uze kum.Umncedi wam nomsindisi wam nguwe;Yehova, musa ukulibala.

Iindumiso 70

Iindumiso 70:1-5