UYehova uya kugweba phakathi kwezizwe.Lithethe ityala lam, Yehova, ngobulungisa bam, nangokugqibelela kwam okukum.