Iindumiso 68:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UThixo nguhlalisa endlwini ababebodwa,Ngukhuphela enywebeni ababanjiweyo;Ngabaziinjubaqa bodwa abahlala kwelibalelelweyo.

Iindumiso 68

Iindumiso 68:2-14