Niyigxeleshelani na, zintaba zincopho zininzi,Intaba ayinqweneleyo uThixo ukuba ahlale kuyo?Ewe, uYehova uya kuhlala kuyo ngonaphakade.