Iindumiso 66:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yizani, nibone imisebenzi emikhulu kaThixo,Engowoyikekayo ekwenzeni kwakhe koonyana babantu.

Iindumiso 66

Iindumiso 66:1-10