Iindumiso 66:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yithini kuThixo, Hayi, ukoyikeka kwemisebenzi yakho!Ngenxa yobuninzi bamandla akho ziya kuhanahanisa kuwe iintshaba zakho.

Iindumiso 66

Iindumiso 66:1-6