Bangumphunga kwaphela onyana boluntu, ngamanga oonyana bamadoda;Esikalini* bangenyuka,Bangumphunga bephelele.