Iindumiso 62:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Úthozamele kuThixo kwaphela umphefumlo wam;Kuvela kuye ukusindiswa kwam.

2. Nguye kwaphela iliwa lam, umsindisi wam,Ingxonde yam; andiyi kushukunyiswa kakhulu.

3. Kunini na nisuka indulumbane emntwini?Kunini na nimncinitha nonke niphela, enjengodonga oluzimkayo, enjengothango oluwayo?

Iindumiso 62