Iindumiso 6:9-10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

9. Ukuvile uYehova ukutarhuzisa kwam;UYehova umthandazo wam uyawamkela.

10. Ziya kudana, zikhwankqe kakhulu, zonke iintshaba zam;Ziya kubuyiswa zidanile ngephanyazo.

Iindumiso 6