Ke mna, ndiya kuvuma ngamandla akho,Ndimemelele kwakusasa ngenceba yakho,Kuba ubuyingxonde kum,Nendawo endisabela kuyo ngemini yokubandezelwa kwam.