Iindumiso 59:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Isono somlomo wabo lilizwi lemilebe yomlomo wabo;Mababanjiswe likratshi labo,Nangenxa yokushwabula nokuhanahanisa abakuthethayo.

Iindumiso 59

Iindumiso 59:8-13