Iindumiso 54:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndiya kubingelela kuwe ngokuqhutywa yintliziyo;Ndiya kubulela kwigama lakho, Yehova, kuba lilungile.

Iindumiso 54

Iindumiso 54:1-7