Iindumiso 52:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke mna ndinjengomnquma oluhlaza endlwini kaThixo;Ndikholose ngenceba kaThixo ngonaphakade kanaphakade.

Iindumiso 52

Iindumiso 52:4-9