Iindumiso 50:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uyeza uThixo wethu, akayi kuthi cwaka.Kudla umlilo phambi kwakhe,Ngeenxa zonke kuye sisaqhwithi esikhulu.

Iindumiso 50

Iindumiso 50:1-9