Ngokuba emlonyeni wabo akukho nto imiyo,Umbilini wabo ngumeyeliselo;Lingcwaba elivuliweyo umqala wabo;Bathetha okugudileyo ngolwimi lwabo.