Iindumiso 49:16-19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

16. Musa ukoyika, yakuba sisityebi indoda,Bakwànda ubuqaqawuli bendlu yayo:

17. Ngokuba ekufeni kwayo ayiyi kuthabatha nento,Aluyi kuhla emva kwayo uzuko lwayo.

18. Nakuba umntu ekudleni kwakhe ubomi ebewusikelela umphefumlo wakhe,Bekudumisa ngokuzichwayithisa kwakho,

19. Úya kuya noko esizukulwaneni sooyise;Abayi kukubona ukukhanya naphakade.

Iindumiso 49