Iindumiso 45:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ùmhle wamhle ngaphezu koonyana babantu;Kugalelwe ubumnandi emlonyeni wakho;Ngenxa yoko úkusikelele uThixo wakho ngonaphakade.

Iindumiso 45

Iindumiso 45:1-7