Iindumiso 45:16-17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

16. Endaweni yooyihlo iya kuba ngoonyana bakho;Ùya kubamisa babe ngabathetheli ehlabathini lonke.

17. Ndiya kulikhankanya igama lakho kwizizukulwana ngezizukulwana zonke;Ngenxa yoko izizwe ziya kubulela kuwe ngonaphakade kanaphakade.

Iindumiso 45