Iindumiso 43:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kungani na ukuba ùsibekeke, mphefumlo wam?Kungani na ukuba ugule ngaphakathi kwam?Lindela kuThixo, ngokuba ndisaya kubuya ndibulele kuye,Olusindiso lobuso bam, noThixo wam.

Iindumiso 43

Iindumiso 43:1-5