Iindumiso 42:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kungani na ukuba ùsibekeke, mphefumlo wam;Kungani na ukuba ugule ngaphakathi kwam?Lindela kuThixo, ngokuba ndisaya kubuya ndibulele kuye,Olusindiso lobuso bam, noThixo wam.

Iindumiso 42

Iindumiso 42:1-11