Iindumiso 37:13-15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

13. INkosi iyamhleka,Ngokuba ibona ukuba iyeza imini yakhe.

14. Barholé ikrele abangendawo, bagobé isaphetha sabo,Ukuba bawise usizana nehlwempu,Basike abandlela zithe tye.

15. Ikrele labo liya kungena kwakweyabo intliziyo,Zaphuke izaphetha zabo.

Iindumiso 37