9. Ngokuba likuwe ithende lobomi;Ekukhanyeni kwakho sibona ukukhanya.
10. Bólulele inceba yakho abakwaziyo, Ubolulele ubulungisa bakho abantliziyo zithe tye.
11. Malungandinyatheli unyawo lonekratshi,Singandiphekuzi isandla sabangendawo.
12. Nâbo bewile abasebenzi bobutshinga;Batyhalwé bawa, ababa nakuvuka.