Iindumiso 35:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Onke amathambo am aya kuthi, Yehova, ngubani na onjengawe,Mhlanguli wosizana kowomeleleyo kunalo,Kwausizana nehlwempu kumxhakamfuli walo?

Iindumiso 35

Iindumiso 35:1-12