18. Ùsondele uYehova kwabantliziyo zaphukileyo,Àbasindise abamoya utyumkileyo.
19. Buninzi ububi obulihlelayo ilungisa,Ke uYehova ulihlangula kubo bonke.
20. Ùyawagcina onke amathambo alo,Akwaphuki nalinye kuwo.
21. Ububi buyambulala ongendawo;Abathiyi belungisa bayalithwala ityala.