Iindumiso 32:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngenxa yoko mabathandaze kuwe bonke abenceba ngexesha lokukufumana;Inene, ekukhukuleni kwamanzi amaninziAkayi kufika kubo.

Iindumiso 32

Iindumiso 32:1-9