Iindumiso 31:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngenxa yababandezeli bam bonke ndaba sisingcikivo,Ngokukodwa kubamelwane bam; ndaba yinto yokunkwantyisa kwabandaziyo;Abandibonayo ngaphandle baya ndibaleka.

Iindumiso 31

Iindumiso 31:7-17