Iindumiso 30:10-12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

10. Yiva, Yehova, undibabale;Yehova, yiba ngumncedi wam.

11. Wakugúqula ukulila kwam, kwaba kukuqamba;Wandikhulula ezirhwexayo, wandibhinqisa uvuyo,

12. Ukuze uzuko lwam luvume ngawe, lungàthi cwaka.Yehova, Thixo wam, ndiya kubulela kuwe ngonaphakade.

Iindumiso 30