Iindumiso 30:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ndiya kukuphakamisa, Yehova, kuba undirholile wandinyusa,Akwazivuyisa iintshaba zam ngam.

2. Yehova, Thixo wam,Ndazibika kuwe, wandiphilisa;

3. Yehova, uwunyusile kwelabafileyo umphefumlo wam,Wandidlisa ubomi, ukuba ndingehli ndiye emhadini.

Iindumiso 30