17. Iimbandezelo zentliziyo yam ziphangalalisiwe;Ndíkhuphe ekucuthekeni kwam.
18. Khangela ukucinezeleka kwam nokwaphuka kwam,Uxolele zonke izono zam.
19. Zikhangele iintshaba zam, ngokuba zininzi;Zindithiye ngentiyo egonyamelayo.
20. Wugcine umphefumlo wam, undihlangule;Mandingadani, ngokuba ndizímela ngawe.