Iindumiso 22:17-19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

17. Ndinokuwabala onke amathambo am;Bòna bayandijonga, bayandibonela,

18. Babelana ngeengubo zam,Isambatho sam basenzela amaqashiso.

19. Ke wena, Yehova, musa ukuba kude;Mandla am, khawuleza undincede.

Iindumiso 22