Iindumiso 22:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Thixo wam, Thixo wam, undilahleleni na?Ùkude ngani na ekusindisweni kwam, nasemazwini okubonga kwam?

2. Thixo wam, ndiyabiza emini, ungaphenduli;Nasebusuku ndiyabiza, andithozanyiswa noko.

Iindumiso 22