Iindumiso 2:10-12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

10. Ngoko ke, nina bokumkani, qiqani;Bagwebi basehlabathini, yalekani.

11. Mkhonzeni uYehova nisoyika,Gcobani nithuthumela.

12. Mangeni uNyana, hleze aqumbe, nitshabalale endleleni,Ngokuba ungáhle uvuthe umsindo wakhe.Hayi, uyolo lwabo bonke abazímela ngaye!

Iindumiso 2