Ukoyika uYehova kucocekile, kumi ngonaphakade;Izigwebo zikaYehova ziyinyaniso, zibubulungisa kwaphela.