Iindumiso 18:38-41 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

38. Ndaziqoba; azaba nakuvuka,Zawa phantsi kweenyawo zam.

39. Wandibhinqisa ubukroti ekulweni,Wabaguqisa phantsi kwam abasukela phezulu kum;

40. Wandinika ikhosi leentshaba zam,Abandithiyayo ndababhangisa.

41. Bazibika, akwabakho msindisi; Bazibika kuYehova, akabaphendula.

Iindumiso 18