Iindumiso 146:9-10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

9. KuYehova ogcina abaphambukeli;Kulophakamisa inkedama nomhlolokazi,Ayiphethule indlela yabangendawo.

10. UYehova ungukumkani ngonaphakade,UThixo wakho, Ziyon, kwizizukulwana ngezizukulwana.Haleluya!

Iindumiso 146