4. Umntu lo ufana nomphunga,Imihla yakhe injengethunzi elidlulayo.
5. Yehova, thoba amazulu akho, uhle;Phatha ezintabeni, ziqhume.
6. Banekisa imibane, uziphangalalise;Thuma iintolo zakho, uziduba-dube.
7. Thuma izandla zakho, zivele phezulu;NdÃrhole, ndÃhlangule emanzini amakhulu,Esandleni soonyana bolunye uhlanga;
8. Abamlomo uthetha inkohlakalo,Abasandla sokunene sisesokunene sobuxoki.