Iindumiso 143:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndívise kwakusasa inceba yakho,Ngokuba ndikholose ngawe.Ndazise indlela endiya kuhamba ngayo:Ngokuba ndiwuphakamisela kuwe umphefumlo wam.

Iindumiso 143

Iindumiso 143:2-12