Wukhuphe entolongweni umphefumlo wam,Ndibulèle kwigama lakho.Amalungisa aya kuzithi jize ngesithsaba ngenxa yam,Ngokuba ùndiphethe kakuhle.