Iindumiso 141:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Umthandazo wam mawuhlale uhleli phambi kwakho usisiqhumiso,Nokuphakamisa kwam izandla kube ngumnikelo wangokuhlwa.

Iindumiso 141

Iindumiso 141:1-10