Iindumiso 139:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Yehova, ùndigocagocile, wandazi. Wena uyakwazi ukuhlala kwam nokusuka kwam;Uyaziqonda izicamango zam nakude.