Iindumiso 132:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba bathe oonyana bakho bawugcina umnqophiso wam,Nesingqiniso sam endibafundisayo:Oonyana babo bothi nabo bahlaleEtroneni yakho nanini.

Iindumiso 132

Iindumiso 132:11-16