Iindumiso 129:4-8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

4. UYehova ulilungisa,Uzinqumle izintya zabangendawo.

5. Mabadane babuye umvaBonke abayithiyayo iZiyon.

6. Mababe njengengca ephuma phezu kwezindlu,Eyomayo ingekahlumi,

7. Engekasizalisi nesandla sakhe umvuni,Engekalizalisi nesondo lengubo yakhe umbophi wezithungu;

8. Bengekathi nabadlulayo,Intsikelelo kaYehova mayibe kuni;Sìyanisikelela egameni likaYehova.

Iindumiso 129