Iindumiso 129:1-6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Kukaninzi bendibandezela kwasebuncinaneni bam,Makatsho uSirayeli;

2. Kukaninzi bendibandezela kwasebuncinaneni bam:Ababanga nakundithini noko.

3. Abalimi balima emhlana kum,Bayolula indima yabo.

4. UYehova ulilungisa,Uzinqumle izintya zabangendawo.

5. Mabadane babuye umvaBonke abayithiyayo iZiyon.

6. Mababe njengengca ephuma phezu kwezindlu,Eyomayo ingekahlumi,

Iindumiso 129